Kwasukela ngentsomi:
Kwakukhona indoda eyayisityebi esikhulu kwindawo yase Mtata. Lendoda yayithanda into enhle, ithanda nabantwana bakhe. Ukutsha umndeni wakhe wonke lomndeni wa wuhleli uvuyile kakhulu.
Kuthe ekuhambeni kweminyaka, ezayo izinto zajika, kwakubi ekhaya. Kuba utata kwakusele kuphele yonke into emzini wakhe. Kwatsho ukuthi umama akazoyimela inzima, kuba kaloku akazange ahlupheke empilweni yakhe.
Umama wathi ngenye imini kubantwana bakhe, bantwana bam ngoku ndiyahamba kuba utata wenu akasakwazi ukusiphilisa kakuhle. So ke mna ngekhe ndiyimele indaba yakhe. Bathi abantwana bakhe, mama kanjani kuba utata besimthanda kwelaxesha ebenemali ngoku utata awusamfuni kuba engenamali.
Athi umama sukani apha kum nnosala naye kuba ngekhe ndiphile nendoda engenmzamo emzini wayo.
Athi omny wabantwana, mama besingazi ukuthi ubomi bunzima kangaka, **kubhetele ukuqala ngokuhlupheka ugqibele ngokubasisityebi ebomini
Name: Zandile Pheyane
Date: 06 November 2006